ISAZISO SENTLANGANISO EKHETHEKILEYO. UMlawuli oyintloko woMasipala waseNyandeni u-Nskz. N. Nomandela ngokuyalelwa nguSomlomo webhunga u-Nkszn. N. Matanda wazisa ngentlanganiso yebhunga ekhethekileyo ngokweCandelo le-18(2) lomthetho we-117 wonyaka we-1998 wolawulo lobuRhulumente baseMakhaya xa ufundwe ngaxeshalinye neCandelo lama-72 lomthetho wam-56 wonyaka wama-2003 olawula ukuphathwa kwezimali zobuRhulumente baseMakhaya, lee ntlanganiso izakubanjwa ngolu hlobo lulandelayo; Umhla: 13 Disemba 2016, Indawo: Kwigumbi…

NYANDENI LM KINDLY INVITES YOU TO 1. TOURISM AWARENESS CAMPAIGN 2. S.S.MENDI MEMORIAL LECTURE 3. LAUNCHING OF THE FESTIVE SEASON DATE 09 DECEMBER 2016 TIME 09H00 VENUE S.S.MENDI MEMORIAL SITE MAFINI VILLAGE LIBODE Contact no: 047 5555000 for more information click this link Advert paper 2016 publicity

Erratum for Bid 58/2016 – Rehabilitation of Ngqeleni Waste Transfer Station Site READ

  INAUGURATION CEREMONY OF: HONURABLE MAYOR: M.D NGQONDWANA Nyandeni Local Municipality Cordially invites you to attend Mayoral Inauguration ceremony For Honourable M.D. Ngqondwana.     *Date    :  30th September 2016     * Venue  :   Ngqeleni Sports Ground     * Time    :  Starting at 10h00 U-Masipala waseNyandeni wazisa umema kananjalo uluntu…

Erratum for Bid 14/2016 – Contract Services for Photocopiers and Fax Machines READ

Erratum for Bid 16/2016 READ

Cancellation of Tender – Bid 15/2016 “Appointment of Service Provider to Assist Nyandeni with Development of Essential Oils Project READ

uMlawuli oyintloko Nksk. N. Nomandela ngokugunyaziswa ngokusesikweni ngobekekileyo u-Somlomo woMaspala waseNyandeni uMnu. S. Qaqa, ndazisa ngokubanjwa kwentlanganiso yebhunga ekhethekileyo yaloMaspala ngokomthetho woLawulo looMaspala owe- 117 yonyaka we1998 njengoko kudandalazisiwe kwicandelo le-18(2). Le Ntlanganiso izokubanjwa ngomhla we-04 February 2016, Ngolwesihlanu kwigumbi lentlanganiso zebhunga eLibode. Qaphela: bonke abantu kwakunye namaziko osasazo bamkelekile kulentlanganiso njengoko igunyazisa iimithetho elawula…

PUBLICATION OF THE MID YEAR PERFORMANCE ASSESSMENT REPORT, REVISED SBDIP AND ADJUSTMENT BUDGET FOR 2015/2016 and PUBLICATION OF THE ANNUAL REPORT FOR THE FINANCIAL YEAR ENDING ON THE 30 JUNE 2015 READ

Notice of a special council meeting for tabling the mid year performance assessment report, revised SDBIP for 2015/2016, adjustment budget for 2015/2016, the audit report together with audit action plan and annual report in terms of section 127(2) of the MFMA

2015 © Copyright - Nyandeni Local Municipality All rights reserved