ISAZISO SENTLANGANISO EKHETHEKILEYO.
UMlawuli oyintloko woMasipala waseNyandeni u-Nskz. N. Nomandela ngokuyalelwa
nguSomlomo webhunga u-Nkszn. N. Matanda wazisa ngentlanganiso yebhunga
ekhethekileyo ngokweCandelo le-18(2) lomthetho we-117 wonyaka we-1998 wolawulo
lobuRhulumente baseMakhaya xa ufundwe ngaxeshalinye neCandelo lama-72 lomthetho
wam-56 wonyaka wama-2003 olawula ukuphathwa kwezimali zobuRhulumente
baseMakhaya, lee ntlanganiso izakubanjwa ngolu hlobo lulandelayo; Umhla: 13 Disemba
2016, Indawo: Kwigumbi lee ntlanganiso zebhunga, Ixesha: ngentsimbi ye-10:00 kusasa.

Kwimiba ezakunikwa ingqwalasela yile ntlanganiso ngulowo weNgxelo yoNyaka-mali ophele
ngo-Juni wonyaka wama-2016 yoMphicothi zincwadi ka-Zwe lonke kaRhumente esenza oko
ngokugunyaziswa liCandelo lama-20 kwakunye nelama-21 lomthetho we-25 wonyaka
wama-2004 wophicotho zincwadi zikaRhulumente.
NgokweCandelo le-19 nelama-20 lomthetho wama-32 wonyaka wama-2000 olawula
iinkqubo zikaMasipala lee ntlanganiso ivulelekile kuye wonke umntu /umhlali /ummi onomdla
(omdala nomncinane) kuquka namajelo ezosasazo kwinkalo zonke.
Xa unqwenela ingcombo ethe vetshe ngalo mba ungathi utsalele umnxeba u-Mnu. B.V.
Ndamase (Intloko yezonxibelelwano) kule nombolo – 047 555 5005 / 5049 ngamaxesha
omsebenzi phakathi evekini.
Sikhutshwa ngu-Nskz. N. Nomandela
(UMlawuli oyintloko)

NOTICE OF A SPECIAL COUNCIL MEETING
The Municipal Manager Mrs. N. Nomandela duly instructed by the Council Speaker Cllr. N.P.
Matanda, hereby gives Notice in terms Section 18(2) of the Local Government Structures Act
117 of 1998, read with Section 72 of the Local Government: Municipal Finance Management
Act No. 56 of 2003 that Nyandeni Special Council Meeting Will be held at Nyandeni Municipal
Council chambers on 13th December 2016 at 10:00
Amongst other items the Office of the Auditor General South Africa will in terms of Section
20 & 21 the Public Audit Act No.25 OF 2004 table the Audit Report for the year ended 30
June 2016.
In accordance with sections 19 and 20 of the Local Government: Municipal Systems Act No.
32 of 2000, notice is given that the meeting is open to the public including the Media
Houses.
For enquiries please contact Mr. B.V. Ndamase (Communication Manager) at 047555 5005.

NOTICE_OF_2016_DECEMBER_SPECIAL_COUNCUL_MEETING_-_MK_1

2015 © Copyright - Nyandeni Local Municipality All rights reserved